100 U-Yesu Ungomhlobo
[V1] No. 100 U-Yesu Ungomhlobo
Sinomhlobo weth’ u-Yesu othwal’ izono zethu,
Kulungil’ ukusa konke kuye ngokuthandaza;
Silahlekelwa luxolo olungakananina
Kuba konke asikusi ku-Yesu ngomthandazo.
Sinomhlobo weth’ u-Yesu othwal’ izono zethu,
Kulungil’ ukusa konke kuye ngokuthandaza;
Silahlekelwa luxolo olungakananina
Kuba konke asikusi ku-Yesu ngomthandazo.
[V2]
Sinazo imbandezelo, zilingo, nenkathazo?
Masingaze sidaniswe, masithandaze kuYe;
Singamfumana umhlobo phina onje ngo-Yesu?
Uyasazi thina sonke maxa sithandazayo.
Sinazo imbandezelo, zilingo, nenkathazo?
Masingaze sidaniswe, masithandaze kuYe;
Singamfumana umhlobo phina onje ngo-Yesu?
Uyasazi thina sonke maxa sithandazayo.
[V3]
Siyasindwa-na ngumthwalo, sibulawa sindzingo?
U-Msindisi oxabiso, siya thandaza kuYe;
Ziyakulahl’ izihlobo? Yise lonto e-Nkosin’
Iya kukuthuthuzela ufuman’ ukunqaba.
Siyasindwa-na ngumthwalo, sibulawa sindzingo?
U-Msindisi oxabiso, siya thandaza kuYe;
Ziyakulahl’ izihlobo? Yise lonto e-Nkosin’
Iya kukuthuthuzela ufuman’ ukunqaba.