48 Kuya Kubakho Uvuyo
[V1]
Ekupheleni sakuvuya, Sesibuthana ekhaya,
Size nezithungu, zethu Emzini omtsha khona.

[C]
Kwaku vuywa kwaku vuywa, Akupheli ukuvuya;
Gcoba, usuku luyeza, Lokubabutha bonke.

[V2]
Ingoma zakhona zimnandi; Sakubonga ngentliziyo,
Sidumis’ i-Nkosi yethu, Emzini omtsha khona.

[V3]
Kulindele ukugcoba, Izindlu zininzi khona;
Zelungiswa ke ngu-Yesu, Emzini omtsha khona