3   Ubuso ngoBuso




[V1]
Ukubonana ngobuso No-Kristu uMsindisi
Loba njanina uvuyo, Lokumbona uYesu!

[C]
Ukubonana ngobuso Ngaphaya kwenkwenkwezi
Ebuqaqaulini Bakhe, ndakumbona ngobuso.

[V2]
Ngok’ ndibona kaluzizi, kuko okusithayo;
Liyez’ ilanga elihle, ndobon’ uzuko lwaKhe.

[C]
Ukubonana ngobuso Ngaphaya kwenkwenkwezi
Ebuqaqaulini Bakhe, ndakumbona ngobuso.

[V3]
Ndiya kugcob’ ukumbona, Kophela ukukhala;
Konke okungaziwayo kwa kukhanyiswa khona.

[C]
Ukubonana ngobuso Ngaphaya kwenkwenkwezi
Ebuqaqaulini Bakhe, ndakumbona ngobuso.

[V4]
Ukubonana ngobuso Naye uMphathi wami
Siya kubukana thina noYesu uMsindisi.

[C]
Ukubonana ngobuso Ngaphaya kwenkwenkwezi
Ebuqaqaulini Bakhe, ndakumbona ngobuso.