265 Luphi Uxolo?
[V1]
Luph’ uxolo Ezweni lesono? U-Yes’ umnika wena uxolo.

[V2]
Luph’ uxolo Kumsebenz’omkhulu? Intando kaYes’inik’ uxolo.

[V3]
Luph’ uxolo Uzele lusizi? Kwingalo zeNkosi Lukh’ uxolo.

[V4]
Luph’ uxolo ‘Zihlobo zikude? Sisonke sigciniwe nguYesu.

[V5]
Luph’ uxolo Singazi ngekamva? Siyazi uYesu uyalawula.

[V6]
Luph’ uxolo Singqongwe kukufa? U-Yes’ ukoyisile ukufa.

[V7]
Luph’ uxolo Kophela ukulwa, U-Yes’ usinike lonk’ uxolo.