24 Ufuneka Kum Onke
[V1]
Ndiyakufuna kum, Wena Nkosi,
Alikho ilizwi ‘LinjengelaKho.
Ndiyakufuna kum, Wena Nkosi,
Alikho ilizwi ‘LinjengelaKho.
[C]
Ndiyakufuna, Nkosi, Amaxesha onke; Ndibabale, Msindisi, Ndiza kuWe

[V2]
Ndiyakufuna kum, Nceda hlala nam
Andisokuhluthwa Xa ndinaWe.

[V3]
Ndiyakufuna kum, Yiza ndisize; Yiza kamsinyane Undicede

[V4]
Ndiyakufuna kum, Yiz’ ufundise; Ngamadinga aKho, ndibabale.

[V5]
Ndiyakufuna kum, Uyingcwele; Mandibe ngowaKho, Ndisindise