8 Xa Sebe Bizwa Phezulu
[V1]
Xa ixilongo likhala nexesha selidlule, Kofika usuku olumi njalo
Abasindiswayo behlanganiselwa kwelozwe
Bebizwa phezulu ndakuba khona.
Xa ixilongo likhala nexesha selidlule, Kofika usuku olumi njalo
Abasindiswayo behlanganiselwa kwelozwe
Bebizwa phezulu ndakuba khona.
[C]
Xa sebe….bizwa phezulu
Xa sebe….bizwa phezulu
[3] Bebizwa phezulu ndakuba khona.
[C]
Xa sebe….bizwa phezulu
Xa sebe….bizwa phezulu
[V2]
Ngalo ntsasa yhoba ntle apho sebe vuswa bonke,
Boza benesimo esitsha ngoko Abanyuliweyo behlanganiselwa
ekhaya Bebizwa phezulu ndakuba khona
Ngalo ntsasa yhoba ntle apho sebe vuswa bonke,
Boza benesimo esitsha ngoko Abanyuliweyo behlanganiselwa
ekhaya Bebizwa phezulu ndakuba khona
[C]
Xa sebe….bizwa phezulu
Xa sebe….bizwa phezulu
[V3]
Masiyisebenzele iNkosi lide litshone, Masazisane ngothando
lwe-Nkosi Singafa, uyaphela umsebenzi wethu apha,