11 Ndiza Kukulandela
[V1]
Ndokulandela msindisi, Ngawo onke amaxa
Xa ukhoyo ndolandela, Ewe, ndokulandela.

[C]
Ndokulandela Msindisi, Waphalaza igazi; Noxa bonke bekudela, Ngothando ndolandela.

[V2]
Nox’ indlela inameva, Igqunywe emanzini;
Leyo ndlela wayihamba, Ngako ndokulandela.

[V3]
Nakuzo ezi nkathazo Ndilingeka kanzima;
Nkos’ uyayazi nendlela, Ngako ndokulandela.

[V4]
Naxa ndiv’ ukhathazeko, ndinguy’ odeliweyo;
wena wahlungiswayo nje, Ngako ndokulandela.

[V5]
Naxa umlambo uzele, Ndowuwela ndinaWe;
Wena wahamba elwandle, Ngako ndokulandela.