87 Bawo Siza Kuwe
[V1]
Bawo siza kuWe, Akakho ongomnye; Uyinqaba yethu, Themba lethu;
Umhlaba umnyhama xa ungekho wena; Yiz’ usithuthuzel’ O, Msindisi

[C]
Bawo siza kuWe, Sinetyala; u-Msindisi nguWe; Siyakhala.

[V2]
Sisindise thana Kuzo zonk’ intshaba; Ungu-Mthetheli no-Mhlawuleli;
Thina siyoyika; Siqinise Bawo, Ngengalo yegazi, Sisindise.

[V3]
Siph’ inceba yaKho, Nelo lizwi laKho; Nenyawo zethu ziqondisise.
O, sikhokele Nkos’ Size S, yokuwela, Sibe ngaphesheya Ezulwini.