74 Ukuza ne-Zithungu
[V1]
Siya hlwayela imbewu yokulunga,
Kusasa, emini naxa limkayo
Silindele elo xesha lokuvuna,
Siya kuvuya sithwel’ izithungu.
Siya hlwayela imbewu yokulunga,
Kusasa, emini naxa limkayo
Silindele elo xesha lokuvuna,
Siya kuvuya sithwel’ izithungu.
[C]
Sithwel’ inyanda, sithwel’ inyanda,
Siya kuvuya sithwel’ izithungu.
Sithwel’ inyanda, sithwel’ inyanda,
Siya kuvuya sithwel’ izithungu.
[V2]
Siya hlwayela ngaw’ onke amalanga
Asoyiki nkungu yase busika;
Sakugqiba ngexesha ukusebenza,
Siya kuvuya sithwl’ izithungu.
Siya hlwayela ngaw’ onke amalanga
Asoyiki nkungu yase busika;
Sakugqiba ngexesha ukusebenza,
Siya kuvuya sithwl’ izithungu.
[C]
Sithwel’ inyanda, sithwel’ inyanda,
Siya kuvuya sithwel’ izithungu.
Sithwel’ inyanda, sithwel’ inyanda,
Siya kuvuya sithwel’ izithungu.
[V3]
Sihlwayelela I-Nkosi ngokunzima
Koko asoyki bunzima thina;
Sesiphezile ukukhala, sombona,
Siya kuvuya sithwel’ izithungu
Sihlwayelela I-Nkosi ngokunzima
Koko asoyki bunzima thina;
Sesiphezile ukukhala, sombona,
Siya kuvuya sithwel’ izithungu
[C]
Sithwel’ inyanda, sithwel’ inyanda,
Siya kuvuya sithwel’ izithungu.
Sithwel’ inyanda, sithwel’ inyanda,
Siya kuvuya sithwel’ izithungu.