119 Iliza Elihlambululayo
[V1]
Nal’ iliza elibomvu, Linzulu, libanzi;
U-Yes’ onokusindisa, Walath’ enxebeni.
Nal’ iliza elibomvu, Linzulu, libanzi;
U-Yes’ onokusindisa, Walath’ enxebeni.
[C]
Nang’ umsinga wokuhlamba, Ngoku ndiya hlanjululwa!
May’ bongw’ I-Nkos’ ndihlanjiwe, Ngenene undihlambile.

[V2]
Ndibon’ ukudalw’ okutsha, Ndiv’ izwi legazi;
Lithetha kuf’ ukungcola, Kutshon’ egazini.

[V3]
Ndihamba ekukhanyeni, Ngaphezu kwesono;
‘Ngubo zam zenziwe mhlophe Ngu-Kristu I-Nkosi.

[V4]
Simanga solu babalo, Lwenziwe ngegazi,
Ngu-Yesu yedw’ owaziyo, U-Yes’ obethelwe