280 Iingoma ezimnandi
[V1]
Iingoma ezimnandi Ngeli lang' elihle;
Sibonga uMsindisi, U-Bomi neNdlela.
Iingoma ezimnandi Ngeli lang' elihle;
Sibonga uMsindisi, U-Bomi neNdlela.
[C]
Bonga! Bonga uKumkani wethu;
Bonga! Bonga! Dumo eNkosini.
Bonga! Bonga uKumkani wethu;
Bonga! Bonga! Dumo eNkosini.
[V2]
Wayethand' abantwana Eses' emhlabeni;
Naxa asezulwini, Usithanda njalo.
Wayethand' abantwana Eses' emhlabeni;
Naxa asezulwini, Usithanda njalo.
[C]
Bonga! Bonga uKumkani wethu;
Bonga! Bonga! Dumo eNkosini.
Bonga! Bonga uKumkani wethu;
Bonga! Bonga! Dumo eNkosini.
[V3]
Sithand' ukumdumisa, Siv' indaba ngaYe;
Ngobomi bukaYesu EseseGalili.
Sithand' ukumdumisa, Siv' indaba ngaYe;
Ngobomi bukaYesu EseseGalili.
[C]
Bonga! Bonga uKumkani wethu;
Bonga! Bonga! Dumo eNkosini.
Bonga! Bonga uKumkani wethu;
Bonga! Bonga! Dumo eNkosini.
[V4]
Nkosi yethu engcwele Siwa phambi kwaKho;
Sicela usincede Siphilele Wena.
Nkosi yethu engcwele Siwa phambi kwaKho;
Sicela usincede Siphilele Wena.
[C]
Bonga! Bonga uKumkani wethu;
Bonga! Bonga! Dumo eNkosini.
Bonga! Bonga uKumkani wethu;
Bonga! Bonga! Dumo eNkosini.