339 Sine-Lizwi LikaThixo
[V1]
Sine-lizwi lika-Thixo,Sino bomi ngalo;
Siyazaz' izono zethu, No-Msindisi ngalo.
Sine-lizwi lika-Thixo,Sino bomi ngalo;
Siyazaz' izono zethu, No-Msindisi ngalo.
[V2]
Lihambile elolizwi, Lisahamba lona;
Ezozizwe ezikude Zilindele lona.
Lihambile elolizwi, Lisahamba lona;
Ezozizwe ezikude Zilindele lona.
[V3]
Ziyoyisw' intshaba zakho Ngezwi LaKho, Nkosi;
Wozalisw' umhlaba wonke, Ngezwilakho, Nkosi.
Ziyoyisw' intshaba zakho Ngezwi LaKho, Nkosi;
Wozalisw' umhlaba wonke, Ngezwilakho, Nkosi.
[V4]
Imilambo yelilizwe Yovuyiswa ngalo;
Abantwana bezizizwe Botyetyiswa ngalo.
Imilambo yelilizwe Yovuyiswa ngalo;
Abantwana bezizizwe Botyetyiswa ngalo.
[V5]
Zakuphel' imfazwe zonke Ngezwi lakho, Thixo;
Kwakulaul' uxolo lodwa Ngezwi lakho, Thixo.
Zakuphel' imfazwe zonke Ngezwi lakho, Thixo;
Kwakulaul' uxolo lodwa Ngezwi lakho, Thixo.