38 Yima E-Dwleni
[V1]
Qinisisa ku-Thixo ezweni, Naphakathi kwesiphithiphithi
Kuphela kwe-Liw’ elinamandla Ekulweni nesono.

[C]
Masim’ eDwaleni, Siqin’ eDwaleni, Phezu kuka-Kristu yedwa
Masinyamezele, Siya kunqaba Nezihlwele etroneni.

[V2]
Qinisela ukulunga nyulu, Ngentliziyo engoyiki lutho
Li-Dwala kuphel’ eloyisayo izono zonke apha.

[V3]
Qinisela I-Nyaniso yonke, Kokulungela ke oko konke;
Li-Dwala kuphel’ elinoxolo Zakudlul’ ezalapha.