257   Ukuqina Okweliwa




[V1]
Liwa eliqinileyo, Limi njengentaba,
Woma njalo umphefumlo Othemba iNkosi.

[V2]
Akukho ntaba nandonga Zinqabe njengaWe
Ezo ngalo zinothando Zigcina ingcwele.

[V3]
Bawo benzel’ ukulunga, Abakuthandayo,
Ababambe inyaniso, Bagcina umthetho.