132   Kufuphi Nomnqamlezo




[V1]
Kufuphi nomnqamlezo, Khona kukh’ umlambo
Ophuma e-Kalvari, Ophilisa bonke.

[C]
Khona emnqamlezwen’ Malubekh’ uzuko;
Ude umphefumlo wam, Uzuz’ ukuphumla.

[V2]
Kufuphi nomnqamlezo Ndafuman’ inceba;
apho I-Khwezi lo-mso Lindi khanyisela.

[C]
Khona emnqamlezwen’ Malubekh’ uzuko;
Ude umphefumlo wam, Uzuz’ ukuphumla.

[V3]
Kufuphi nomnqamlezo, O Mvana ka-Thixo
ndisibekele ngaso Isithunzi sawo.

[C]
Khona emnqamlezwen’ Malubekh’ uzuko;
Ude umphefumlo wam, Uzuz’ ukuphumla.

[V4]
Kufuphi nomnqamlezo, Likhon’ ithemba lam;
Ndide ndifikelele Phesheya komlambo.

[C]
Khona emnqamlezwen’ Malubekh’ uzuko;
Ude umphefumlo wam, Uzuz’ ukuphumla.