303 Liwa laphakade
[V1]
Wakrazulwa ke ngenxa yam Liwa laphakade
Kuze ndizifihle kuwe, Nxeba lika-Yesu.
Wakrazulwa ke ngenxa yam Liwa laphakade
Kuze ndizifihle kuwe, Nxeba lika-Yesu.
[V2]
Lelani elinxeba Kwelo cala laKho?
Lelegazi nelamanzi, Mandihlanjululwe.
Lelani elinxeba Kwelo cala laKho?
Lelegazi nelamanzi, Mandihlanjululwe.
[V3]
Inyembezi zeminyaka Asingefezi nto;
Nguwe, Nkosi, osusayo Zonk’ izono zomntu.
Inyembezi zeminyaka Asingefezi nto;
Nguwe, Nkosi, osusayo Zonk’ izono zomntu.
[V4]
Andinanto ezandleni Ndi-ze kanye, Nkosi;
Sendondele e-krusini, Ekubethelweni.
Andinanto ezandleni Ndi-ze kanye, Nkosi;
Sendondele e-krusini, Ekubethelweni.
[V5]
Wakrazulwa ke ngenxa yam Liwa laphakade!
Kuze ndizifihle kuwe, Nxeba lika-Yesu.
Wakrazulwa ke ngenxa yam Liwa laphakade!
Kuze ndizifihle kuwe, Nxeba lika-Yesu.