199   Zukisani u-Thixo

[V1]
Zukisan’ uThixo ngokwenza kwaKhe
Ngokuba usinik’ uNyana waKhe, Olucamagusho lwezono zethu,
Waza wavula isango lobomi.

[C]
Dumisan’ iNkosi, Phulaphula mhlaba Dumisan’ iNkosi, Mabavuy’ abantu;
Yizani ku-Yise ngoYes’ u-Nyana, Nimnike uzuko ngokwenza kwaKhe.

[V2]
Sithengiwe ngokuhlawulwa ngegazi
Lidinga lo-Thixo kwabakholwayo Nakoyena obe ngomkhul’ umoni,
Uxolelwa ngu-Yesu ngalomzuzu.

[C]
Dumisan’ iNkosi, Phulaphula mhlaba Dumisan’ iNkosi, Mabavuy’ abantu;
Yizani ku-Yise ngoYes’ u-Nyana, Nimnike uzuko ngokwenza kwaKhe.

[V3]
Ufundise wenza int’ ezinkulu,
Sigcoba kakhulu ngenxa ka-Yesu; Koko sakuthi xa sibon’ uYesu
Sibe nyulu siphakame ngakumbi