4 Uyeza
[V1]
Zimnand’ indab’ endlebeni yesihambi, Xa sizula kude nekhaya,
Kukufuphi ukubuya koMsindisi, nombuso uya buya.

[C]
Uyeza, uyeza kamsinyane, Uyeza emhlaben’ apha
Izihambi zofumana ikhaya, Yakufika iNkosi.

[V2]
Aba kade belele emangcwabeni Baza kuvuka ekufeni
Kwa nabo base lwandle olunamandla, Baseza kufuman’ impilo.

[V3]
Sakuhlangana elizweni elitsha Ngengoma yabakhululweyo
Abavela kude kumazwe aseNtla Siphons iNkosi yezulu.

[V4]
Haleluya amen! Haleluya amen! Kamsinyane siya kufika;
Themba uphakamise intloko yakho, Iyez’ iNkosi nesitsaba.