112   Ubom Ngokukhangela




[V1]
Kukh’ ubom ukubhek’ emnqamlezwen’ Yesu uthe, “bhekani Kum”
Luthuth’ ubutyebi bomhlaba, Ndibon’ indyebo emnqamlezweni.

[C]
Khangela ube nobom, Khangel’ emnqamlezweni;
Ngcing’ engcwel’; lusindiso, Khangel’ emnqamlezweni.

[V2]
Ngomhl’ endabona ngaw’ um-Sindisi, Wancum’ akundikhangela
Kuthi ndakuwelwa kuhendwa, Ndibek’ emnqamlezweni ndisinde

[C]
Khangela ube nobom, Khangel’ emnqamlezweni;
Ngcing’ engcwel’; lusindiso, Khangel’ emnqamlezweni.

[V3]
Ndohlala ndikhangel’ umnqamlezo, Ndithemb’ idingal’ ka-Thixo;
Um-hendi ‘zange amoyise Lowo uthemb’ amandla ezulu.

[C]
Khangela ube nobom, Khangel’ emnqamlezweni;
Ngcing’ engcwel’; lusindiso, Khangel’ emnqamlezweni.