302   Sikuyo indlela yelizwe lobomi

[V1]
Sikuyo indlela yelizwe lobomi, Ikhaya labantu bahleli
Ngenyweba, Nina ke nahluka ku-Thixo ngokona
Nithi-ni? Noya-na? Noya-na phezulu?

[C]
Noya-na, noya-na, noya-na, noya-a?Ndithi-ni? Noya-na, noya-na phezulu?
(Sohamba, sohamba, sohamba, sohamba O Mfeli waboni Yiza usisize)

[V2]
Usizi, usizi alunakubakho Kwelozwe, Bangcwele abalihambayo;
Bahambi kanxima, nigqitywa bububi Nithi-ni? Noya-na

[C]
Noya-na, noya-na, noya-na, noya-a?Ndithi-ni? Noya-na, noya-na phezulu?
(Sohamba, sohamba, sohamba, sohamba O Mfeli waboni Yiza usisize)

[2] phezulu

[V3]
Kwelozwe akukho buhlwempu nakanye; Zindyebo ngendyebo,
izint’ ezikhoyo; Isifo asikho. Hayi asingebikho.
Nithi-ni? Noya-na? Noya-na phezulu?

[C]
Noya-na, noya-na, noya-na, noya-a?Ndithi-ni? Noya-na, noya-na phezulu?
(Sohamba, sohamba, sohamba, sohamba O Mfeli waboni Yiza usisize)

[V4]
Yeka ke ‘kuthanda izinto zomhlaba Ziyemka zophela kamsinyane zona;
Khangela phezulu - imfuyo yakhona; Nithi-ni? Noya-na, noya-na phezulu?

[C]
Noya-na, noya-na, noya-na, noya-a?Ndithi-ni? Noya-na, noya-na phezulu?
(Sohamba, sohamba, sohamba, sohamba O Mfeli waboni Yiza usisize)

[V5]
Vuyani ma-Kristu ngekhaya lobomi, Sotshetsha sifike ekuphumuleni;
Sohlala no-Kristu - yivani niqonde! Nithi-ni? Ninjani ezintliziyweni?