32 000 Isikhuselo Ngexesha
[V1]
I-Nkos’ ili-Liwa lethu, Isisiphephelo sethu;
Inqaba nomthunzi wethu, Isisiphephelo sethu.

[C]
Li-Liwa elinamandla, Ngu-Mthunzi owalomhlaba;
Mkhokeli wethu ngenene, Usisiphephelo apha.

[V2]
U-Yesu ngumthunzi wethu, Usisiphephelo sethu;
Asoyiki, ungowethu, Usisiphephelo sethu.

[V3]
Onogumbe bangantlitha, usisiphephelo sethu;
U-Thixo ukukunqaba, Usisiphephelo sethu.

[V4]
Liwa lethu, Nqaba yethu, Usisiphephelo sethu;
Yiba usolok’ unathi; Usisiphephelo sethu.