177 Akukho Busuku Khona
[V1]
Kwelozwe lokukhanya Kukho umzi omhle,
Awunakuz’ uguge, Akukho busuku.
Kwelozwe lokukhanya Kukho umzi omhle,
Awunakuz’ uguge, Akukho busuku.
[C]
U-Thixo wozisula Inyembez’ emehlweni, Nay’ iminyaka khona Ayisoz’ iphele.

[V2]
Ngamasang’ eperile, Apho kumzi omhle,
I-strato zi-golide, Akukho busuku.

[V3]
‘Masango akavalwa, Apho kumzi omhle,
Kukho nomlambo wobom, Akukho busuku.

[V4]
Langa alifuneki, Apho kumzi omhle;
Yi-Mvana ekukhanya, Akukho busuku