180 I-Yure Asiyazi
[V1]
Ngeyur’ esingayaz’ iNkosi yovela, Oko sikuxelelwa yimiqondiso
Ukufika kwaKhe liding’o elimnandi, I-yure asiyaz’

[C]
Uyeza, masibe silungile, Uyeza, haleluya! Haleluya!
Uyeza namafu ozuko luka-Yise, - Iyure asiya.

[V2]
Izilumko zosindiso zinokhanyo, Nants’ inyani encwadini engcwele,
Zonk’ iziprofetho zalath’ isiphelo. - I-yure asiyaz’

[V3]
Solinda sineziban’ ezivuthayo, Sosebenza ide ibuye I-Nkosi,
Socula sikhangela imiqondiso. - I-yure asiyaz’