101 U-Yesu Uya Biza
[V1]
U-Yesu ukubizel’ ekhaya - Uya biza kanye namhla;
Ilanga lothando ulishiya, uya usimka ngani?

[C]
Tenors & Basses (U-yabiza kanye namhla; U-yabiza kanye
namhla uYesu uyabiza ngenceba; ngayo inceba enkulu)
Uya biza, kanye namhla; U-Yesu uya biza ngenceba enkulu.

[V2]
Abadiniweyo ubabiza - Uya biza kanye namhla;
Mnik’ umthwalo akusikelele; Akasoku kugxotha.

[V3]
Yiza ngoku, ulindele wena - Uya linda kanye namhla;
Yiza nezon’ uzithobe kuye; Yiza, m’sukulibala.

[V4]
Uya kucenga, Au! Mphulaphule - Uya cenga, yiva namhla; Abo bakholwayo bakuvuya; Khauleza usabise.