286 O! Ndithwale
[V1]
Ndikhangele Ngolo suku
Ndikhangele kolo suku Xa abathengwayo
BeseZiyon' ngezimhlophe, Kwikhaya lovuyo.
Ndikhangele Ngolo suku
Ndikhangele kolo suku Xa abathengwayo
BeseZiyon' ngezimhlophe, Kwikhaya lovuyo.
[C]
O! Ndithwale, ndithwalel' eZiyon';
Ndithwale undise kumzi wothando;
Kumzi wabangcwele.
O! Ndithwale, ndithwalel' eZiyon';
Ndithwale undise kumzi wothando;
Kumzi wabangcwele.
[V2]
Ndiyakuva izihlwele Zithi: Haleluya!
Ndihlangane nalo mkhosi Ukuvum' ingoma.
Ndiyakuva izihlwele Zithi: Haleluya!
Ndihlangane nalo mkhosi Ukuvum' ingoma.
[C]
O! Ndithwale, ndithwalel' eZiyon';
Ndithwale undise kumzi wothando;
Kumzi wabangcwele.
O! Ndithwale, ndithwalel' eZiyon';
Ndithwale undise kumzi wothando;
Kumzi wabangcwele.
[V3]
Au! uvuyo! ngalo mini, Kuba isondele,
Zophela zonk' inyembezi, Wovuya uMdali.
Au! uvuyo! ngalo mini, Kuba isondele,
Zophela zonk' inyembezi, Wovuya uMdali.
[C]
O! Ndithwale, ndithwalel' eZiyon';
Ndithwale undise kumzi wothando;
Kumzi wabangcwele.
O! Ndithwale, ndithwalel' eZiyon';
Ndithwale undise kumzi wothando;
Kumzi wabangcwele.