293 Nkqonkqo! Nkqonkqo!
[V1]
Nkqonkqo! Nkqonkqo! Ngubani? Umi, umi, O, 'Buhle!
Ngumhambi onesidima, Akakho onjengaYe.
Mphefumlo wam, Ngalo mbono
Akungevul' emnyango? Akungevul' emnyango?
Nkqonkqo! Nkqonkqo! Ngubani? Umi, umi, O, 'Buhle!
Ngumhambi onesidima, Akakho onjengaYe.
Mphefumlo wam, Ngalo mbono
Akungevul' emnyango? Akungevul' emnyango?
[V2]
Nkqonkqo! Nkqonkqo! Usekho. Umi, umi, Yinzwana.
Ucango aluvuleki, Ubobo, kwanaw' ameva,
Amahlahla kunye nengca,
Zivale aph' emnyango; Zivale aph' emnyango.
Nkqonkqo! Nkqonkqo! Usekho. Umi, umi, Yinzwana.
Ucango aluvuleki, Ubobo, kwanaw' ameva,
Amahlahla kunye nengca,
Zivale aph' emnyango; Zivale aph' emnyango.
[V3]
Nkqonkqo! Nkqonkqo! Usemi? Umi, umi, emhle!
Isandla esinenxeba Sisankqonkqoza njalo;
Namehlo akukhangele;
'Msindisi ulindile; Yini ungavuli nje?
Nkqonkqo! Nkqonkqo! Usemi? Umi, umi, emhle!
Isandla esinenxeba Sisankqonkqoza njalo;
Namehlo akukhangele;
'Msindisi ulindile; Yini ungavuli nje?