231 Vulela U-Yesu Intliziyo Yakho
[V1]
Xa udinwe ngumthwalo wesono, Vul’ intliziyo kuYesu;
Uthand’ ukuwal’ ubom’ obutsha? Vulel’ uYesu angene.

[C]
‘Kuthandabuza kwakho Kophela x’ unoYesu
Ngoku vul’ intliziyo, Vuhlel’ uYesu angene.

[V2]
Ulangazelel’ ukuba nyulu? Vul’ intliziyo kuYesu;
Kukh’ umthombo wokuhlamb’ isono, Vulel’ uYesu angene.

[V3]
Unamadabi akoyisayo? Vul’ intliziyo kuYesu
Akunakonwaba elizweni? Vulel’ uYesu angene.

[V4]
Xa izihlobo sezikulahla, Vul’ intliziyo kuYesu
Bona, sisiHlobo esikhulu, Vulel’ uYesu angene.

[V5]
Unga ungacula nabangcwele? Vul’ intliziyo kuYesu
Ukuz’ ungene kwindlu zophumlo, Vulel’ uyesu angene