291 Ifanele i-Mvana
[V1]
Ifanele iMvana, Ifanele iMvana;
Ifanele iMvana, Yahlatywa.
Ifanele iMvana, Ifanele iMvana;
Ifanele iMvana, Yahlatywa.
[C]
Dumo, Haleluya! Mbonge Haleluya!
Dumo, Hleluya! KwiMvana.
Dumo, Haleluya! Mbonge Haleluya!
Dumo, Hleluya! KwiMvana.
[V2]
Ubukumkani baKho Mabufike bulaule,
Kuphele obesono, O, Mvana.
Ubukumkani baKho Mabufike bulaule,
Kuphele obesono, O, Mvana.
[C]
Dumo, Haleluya! Mbonge Haleluya!
Dumo, Hleluya! KwiMvana.
Dumo, Haleluya! Mbonge Haleluya!
Dumo, Hleluya! KwiMvana.
[V3]
Ingathi singahlala Simthanda simdumisa,
Side sifik' EZiyon' Simbone.
Ingathi singahlala Simthanda simdumisa,
Side sifik' EZiyon' Simbone.
[C]
Dumo, Haleluya! Mbonge Haleluya!
Dumo, Hleluya! KwiMvana.
Dumo, Haleluya! Mbonge Haleluya!
Dumo, Hleluya! KwiMvana.