69   Lindela Ngase Manzini




[V1]
Siya kuphumla emanzini Awase mthonjeni;
U-Yesu wehla ezulweini, Wema emhlabeni.

[C]
Siya kuphumla emanzini

[thina], Sakulinda emanzini

[C]
Siya kuphumla emanzini

[thina]
Sakuphumla emanzini

[C]
Siya kuphumla emanzini

[wona], Amanzi okuphila.

[C]
Siya kuphumla emanzini

[V2]
Xa sidiniwe kuku-hamba, Kumnand’ ukuphumla,
Apho amanzi entyiloza, Apho sakuhlamba.

[C]
Siya kuphumla emanzini

[V3]
Yizani ke ku-Yesu Kristu, Wonipha amandla;
Nguye amanzi okuphila, Sela unganxanwa.

[C]
Siya kuphumla emanzini