10 Sohlangana Emlanjeni
[V1]
Sohlangana emlanjeni, Apho kukhanya kuhle;
Amanzi emahle lawo Avela ku-Yehova.

[C]
Sohlangana emlanjeni, Komhle wona, komhle wona umlambo
Sakuhlangana nabangcwele, Ngasetronen’ ka-Thixo.

[V2]
Elunxwemeni lomlambo, sohamba sibulisa
Sidumis’ uThixo wethu, Imihla yonke khona.

[V3]
Emlanjeni wokukhanya sowulahla umthwalo;
Ngesisa saku khululwa, samkele izitsaba.

[V4]
Emlanjeni okhanyayo Usizi alukho tu
Intliziyo zakuvuya, Ngobuhle obukhulu.