197   Akusayi Kubakho




[V1]
Akusayi kubakho ntsunguzi Ngexa lokufika kuka-Yesu;
Akusayi kubakho ntsunguzi Xa ahlanganis’ abaKhe.

[C]
Az’ agoduke nabo, Az’ agoduke nabo;
Akusayi kubakho ntsunguzi Xa u-Yes’ afikayo.

[V2]
Akusayi kubakho lusizi, Akusobo kubekho mvandedwa
Koko koba yintsasa emnandi, Xa u-yes’ afikayo.

[C]
Az’ agoduke nabo, Az’ agoduke nabo;
Akusayi kubakho ntsunguzi Xa u-Yes’ afikayo.

[V3]
Akusayi kubakho nyembezi, Ngexa lokufika kuka-Yesu;
Koko koba luvuno lozuko, Xa ahlanganis’ abaKhe.

[C]
Az’ agoduke nabo, Az’ agoduke nabo;
Akusayi kubakho ntsunguzi Xa u-Yes’ afikayo.

[V4]
Kuya kubakh’ ingoma zovuyo, Ngexa lokufika kuka-Yesu;
Kwa nengoma zokubulisana, Xa ahlanganis’ abaKhe

[C]
Az’ agoduke nabo, Az’ agoduke nabo;
Akusayi kubakho ntsunguzi Xa u-Yes’ afikayo.