127 Uya Ndithanda Nam
[V1]
Xa awayo ugqatyana, ‘Thix’ umkathalele;
Ezithanda-nje intaka, Uya ndithanda nam
Xa awayo ugqatyana, ‘Thix’ umkathalele;
Ezithanda-nje intaka, Uya ndithanda nam
[C]
Undithanda, undithanda, Uya ndithanda nam
Kuba kwa nezincinane, Naz’ uya zithanda.

[V2]
Uhombisa inyibiba, Abuy ayiqhole
Ethanda intyatyambo-nje, uya ndithanda nam.

[V3]
Zenziwa ngu-Thixo zonke, Ngobukhulu bazo;
Kwa nab’ abantwana bakhe Uba thanda bonke.