151 Zobakho-na Inkwenkwezi
[V1]
Namhlanje ndicinga ngelo lizwe lihle, Ndoba
kul’ ukutshona kwalo; Ndize ndime ngakuye
um-Sindisi wam, Isitsaba sam sokhazimla?

[C]
Kodwa son’ isitsaba sam sokhazimla, Xa ilanga liya kutshona? Ndakuvuka kwakhon’ ekugqibeleni, Sokhanya-na isitsaba sam?

[V2]
Ndithi ndisebenza ndibe ndithandaza, Ndibambisa imiphefumlo, Ukuz’ isitsaba sam sibengezele, Ngexa lokumdumisa Yena

[V3]
Ndakuvuya ndakubon’ ubuso bakhe, Ndakumnika isivuno sam; Kuza kuyole xa ndikumzi wovuyo, Sikazimla isitsaba sam.