136   Ndikhumbul’ iKalvari




[V1]
Ndoy’ apho andisa khona, Kuba ndimthembile Yena,
Kuba kwaye kungenxa yam, Ukuze af’ e-Kalvari.

[C]
Umkhokeli wam ngu-Yesu, Ebusuku nasemini
Ungu Mhlobo wam wenene; ndikhumbula I-Kalvari.

[V2]
Unencas’ umthetho waKhe, Uya khokela kakuhle,
Imnand’ intando yaKhe kum, Ingcwaliswe e-Kalvari.

[C]
Umkhokeli wam ngu-Yesu, Ebusuku nasemini
Ungu Mhlobo wam wenene; ndikhumbula I-Kalvari.

[V3]
Akukho kuthandabuza, ndihamba ndibo-Kristu wam,
Ndithemba ndohle ndimbone u-Yesu wase-Kalvari.

[C]
Umkhokeli wam ngu-Yesu, Ebusuku nasemini
Ungu Mhlobo wam wenene; ndikhumbula I-Kalvari.