28 Thabatha Ixesha
[V1]
Thabatha ixesha ukuba ngcwele, Soloko ukuye ngelizwi laKhe;
Yiba nobuhlobo, siz’ imilwelwe, Ungazili bali intsikelelo.

[V2]
Thabatha ixesha emsebenzini, Zenzele ixesha no-Yesu yedwa;
Khangela ku-Yesu wofana naYe, Izihlobo zakho zombona kuwe.

[V3]
Thabatha ixesha wokukhokela, Landel’ emva kwaKhe noba kuhlani
Ekuvuyisweni nasentsizini, Zingisa ku-Yesu themb’ izwi laKhe.

[V4]
Thabatha ixesha, Zol’ umphefumlo; Zonke iingcamango Zilaulwe nguYe
Wokukhokelela kumthomb’ wothando; kwangokumsinyane, Woba phezulu