249 Yayinye Imvu Engekhoyo
[V1]
Yayiny’ engekhoyo Ekhulwini, Ezinye zisekhaya; Ezindulini, kud’ ekhaya, Yayilapho le mvu, Ezintabeni ezoyikekayo, Kude noMalusi onothando,Kude noMalusi onothando.

[V2]
“Nanga amashum’ asithoba nethoba, Awanele na Nkosi? Yaphendul’ iNkosi, “Le imvu yam, Ilahlekile yemka “Noxa indlela Imbi kakhulu Ndohamba ndifuna imvu yam,“ Ndohamba ndifuna imvu yam.”

[V3]
Akukho owaz’ indlela embi, Namanzi anzulu, Nobumnyama phandle Obabonwa yiNkos’ Ukufun’ imvu yaYo Kud’ entlango Yev’ ilizwi, Imvi yayilapho izakufa, Imvu yayilapho izakufa

[V4]
“Nkosi lelani Eli gazi Kwindlel’ ey’ entabeni?” “Lophela imvu emkileyo, U-Malus’ eyifuna.” Izandla zikrazulwe yini?” “Ngameva ngobusuku obumnyama. Ngameva ngobusuku obumnyama