304 U-Yesu Uyasibiza
[V1]
U-Yesu uyasiiza, Singabahilizayo;
Usicenga yonk’ imihla: “Yiza undilandele.”
U-Yesu uyasiiza, Singabahilizayo;
Usicenga yonk’ imihla: “Yiza undilandele.”
[V2]
Beva abo bakudala; Kwelo lase-Galili;
Bawancama amakhaya, Bazuka bamlandela.
Beva abo bakudala; Kwelo lase-Galili;
Bawancama amakhaya, Bazuka bamlandela.
[V3]
Ngu-Yesu osibizayo, Sikhonza okwelizwe;
Esithi kwabavumayo; “Ndilandeleni nina.”
Ngu-Yesu osibizayo, Sikhonza okwelizwe;
Esithi kwabavumayo; “Ndilandeleni nina.”
[V4]
Kwezo ntsizi neziyolo Esizivayo thina,
nakwi mbandezelo zethu, Sifanel’ ukumthanda.
Kwezo ntsizi neziyolo Esizivayo thina,
nakwi mbandezelo zethu, Sifanel’ ukumthanda.
[V5]
Ngazo izibele zaKhe, Usicengela kuYe;
Masimnike intliziyo, Zibe lidini kuYe.
Ngazo izibele zaKhe, Usicengela kuYe;
Masimnike intliziyo, Zibe lidini kuYe.