246 Theth’ Izwana
[V1]
Thethi’ izwana ngoYesu Umhlobo wenene
Xel’ indaba emnandi, Xel’ akwenzele kona.
Thethi’ izwana ngoYesu Umhlobo wenene
Xel’ indaba emnandi, Xel’ akwenzele kona.
[C]
Theth’ izwana ngoYesu, Sinced’ endleleni;
Izwana ngoYesu, Thetha, vuma, thandaza.
Theth’ izwana ngoYesu, Sinced’ endleleni;
Izwana ngoYesu, Thetha, vuma, thandaza.
[V2]
Theth’ izwana ngoYesu, ‘Zono zixolelwe;
Ukuze ngofefe Ufike ezulwini.

[V3]
Theth’ izwana ngoYesu, Akukho bunzima
Xa uthi “Ndiyamthanda Kuba wandifela.”

[V4]
Theth’ izwana ngoYesu, Sukuchith’ ixesha;
Ngokuthula uthi tu, Wovuna okubi.

[V5]
Theth’ izwana ngoYesu, Wozuza amandla;
Xa ukholo fufile, Yek’akomeleze