332 Lo Nto Ayithiyileyo
[V1]
Lonto ayithiyileyo, Lowo ungu-Thixo wam,
Mandingabi ndiyifuna Ngayo intliziyo yam:
Ndize, Bawo, ndingayenzi, Yiza Wen' uhlale kum,
Uwumise umsebenzi Wosindiso lwakho kum.

[V2]
Tyal' umfanekiso wakho, Kuwo umphefumlo wam;
Ndithobel' u-Moya wakho, Uyoyis' imvelo yam;
Ndenze kutsha, ndibe ngcwele Ngayo yonk imikhwa yam;
Ndicokise, 'zekuphele Konke ukungcola kwam.