338   Moya Oyo-Ngcwele




[V1]
Moya Oyi-Ngcwele, Yiza phezu kwethu.
Zusikhanyisele Intliziyo zethu.
Siyawalahleka Singakhatshwa nguwe.
Nanku sesibheka Ngentliziyo kuwe.

[V2]
Moya Oyi-Ngcwele, Yiza phezu kwethu.
Mawusityhilele u-Mkhululi wethu.
Mawusikhokele Enyaweni zakho.
Mawusingqinele Uxolelo lwakho.

[V3]
Moya Oyi-Ngcwele, Yiza phezu kwethu.
Zusingcwalise Intliziyo zethu,
Nguwe u-Mthembisi Ngokwase-Nkosini.
Nguwe u-Mvuyisi Ngokwasezulwini.