135 Ndikuthanda Ngakumbi
[V1]
Ndikuthanda ngakumbi, Nkos’, Nakumgcobo wonke;
Kuba undfinik’ uxolo Olunge bulawe.
Ndikuthanda ngakumbi, Nkos’, Nakumgcobo wonke;
Kuba undfinik’ uxolo Olunge bulawe.
[C]
Akukaxelwa qingatha
Akukaxelwa qingatha
[qingatha], Ngothand’ olunjalo;
Alikaxelwa qingatha,
Alikaxelwa qingatha,
[C]
Akukaxelwa qingatha
Akukaxelwa qingatha
[qingatha], Lindihlamb’ igazi
[C]
Akukaxelwa qingatha
Akukaxelwa qingatha
[igazi]
[C]
Akukaxelwa qingatha
Akukaxelwa qingatha
[V2]
Ndiyaz’ usondele wena Kunomhlaba wonke
Kumnand’ ukucinga ngawe Kunengoma zonke
Ndiyaz’ usondele wena Kunomhlaba wonke
Kumnand’ ukucinga ngawe Kunengoma zonke
[C]
Akukaxelwa qingatha
Akukaxelwa qingatha
[V3]
Uvuyis’ intliziyo yam; Ndogcoba ke ngoko;
Ngaphandle kothando lwakho Ndise lusizini.
Uvuyis’ intliziyo yam; Ndogcoba ke ngoko;
Ngaphandle kothando lwakho Ndise lusizini.
[C]
Akukaxelwa qingatha
Akukaxelwa qingatha
[V4]
Msindisi onexabiso! Xa wena ukhoyo
Luz’ ugcobo longamele Sihamba sinawe.
Msindisi onexabiso! Xa wena ukhoyo
Luz’ ugcobo longamele Sihamba sinawe.
[C]
Akukaxelwa qingatha
Akukaxelwa qingatha