187   Iculo Lokwahlukana




[V1]
Msindisi ngenxa yegama laKho Sinyusa ngazwi nye indumiso
Sikubonga wena kule nkonzo, Siguqile siph’ izwi loxolo.

[V2]
Sikhaphel’ ekhaya kolu hambo; Nguw’ isiqalo kwa nesiphelo;
Salus’ imilomo nentliziyo, Sibiza kuwe sikuyo lendlu.

[V3]
Siph’ uxolo lwaKho kobu bomi, Luze lube liyeza nosizo;
Kuze kuthi wakuthi kwanele, Sibize, O Nkosi size kuWe