91 Lindani Nithandaze
[V1]
Lindani I-Nkosi, Iya biza namhla; Lindani niqined, Lindani ma-Kristu;
Qinani nilinde, ‘Tshaba lunamandla, Thembani ku-Yesu, Linda nigadinwa.
Lindani I-Nkosi, Iya biza namhla; Lindani niqined, Lindani ma-Kristu;
Qinani nilinde, ‘Tshaba lunamandla, Thembani ku-Yesu, Linda nigadinwa.
[C]
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
[soprano] Mlendeni ngokuthandaza,
[C]
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
[O, lindani; O lindani! O, lindani, O lindani]
[C]
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
[alto]
Mlindeni ebusuku nasemini;
Mlindeni ebusuku nasemini;
[C]
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
[Bonke] Tenor, Bass Lindani nonke.
[C]
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
[V2]
Gxothani okubi, Lahlan’ ukusola, Umvuzo ngowenu, Ekhay’ ezulwini
Lindani makholwa, Nalindwa ngu-Kristu Uyanazi nonke, Nithengwe ngegazi
Gxothani okubi, Lahlan’ ukusola, Umvuzo ngowenu, Ekhay’ ezulwini
Lindani makholwa, Nalindwa ngu-Kristu Uyanazi nonke, Nithengwe ngegazi
[C]
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
Mlinde……njeno…..kuthanda…..za
[V3]
Thembani ku-Yesu, Thandazani kuYe, Hloman’ izikhali, Nilinde I-Nkosi;
Xa ubon’ ilanga, Ungalibali ke; Ngalo elixesha, Linda, Mkristu, linda.