290 Sebenzela U-Yesu
[V1]
Vuya! sisebenzela u-Thixo; Sivuma ukumsebenzela;
Konke akutshoyo yena kuthi, Sokwenza ngokupheleleyo.

[C]
(Tenor & Bass)
Yesu, NgaWe, Yesu NgaWe, Sakusebenza, ewe ngokuchwayita.
Usincede, usincede amsebenzini wakho.
(Soprano & Alto)
Yesu Ngawe ke Sakusebenza ngokuchwayita.
Usincede ke emsebenzini waKho.

[V2]
Ngokuvuya siyashumayela Ngothando lwaKhe ezizweni;
Ýesu ubukhosi bukaYise, Uthulula iintsikelelo.

[V3]
Sithe cwaka silandel' i-Nkosi, Siyahamba sizimisele;
Sibaqondisa abaphambuka Kuyo i-Mvana eyafayo.