79   Ukubizwa Kwa Bavuni




[V1]
Amasimi alindile, Amhlophe ngamazimba;
Nakude siwabonile, Nase khaya anjalo.

[C]
Nkosi yokuvuna yiva, NguWe qha onganceda;
Bathume abokuvuna, Ihlobo liyadlula.

[V2]
Bathume kwasekuseni, Namalanga bangemi;
Nokuba kuse mnyameni, Mabavun’ entsimini.

[C]
Nkosi yokuvuna yiva, NguWe qha onganceda;
Bathume abokuvuna, Ihlobo liyadlula.

[V3]
Wen’ uthunywayo yi-Nkosi Vuna ungakhohlisi;
‘Moya wakhe ngu-Mphathisi Koyayo ku-Msindisi

[C]
Nkosi yokuvuna yiva, NguWe qha onganceda;
Bathume abokuvuna, Ihlobo liyadlula.