56 Nkosi, Ndiyeza Ekhaya
[V1]
Ndibhadule kude, Thixo, Sendibuyela;
Ndidiniwe zizono zam, Nkosi, ndiyeza.
Ndibhadule kude, Thixo, Sendibuyela;
Ndidiniwe zizono zam, Nkosi, ndiyeza.
[C]
Ndiyeza ekhaya, Sendidiniwe; Vul’ ingalo zothando, Nkosi, ndiyeza.

[V2]
Ndonakalise kakhulu, Sendiguquka,
Ngenhyembezi ezikrakra, Nkosi, Ndamkele.

[V3]
Ndidiniwe kaphambuka, ndiyabuyela;
Ndithemba uthando lwaKho, Ndiphe ufefe.

[V4]
Ndinesicelo esinye, Ndiphe uYesu;
Wandifela ‘ze ndiphile, Nkosi ndiyeza

[V5]
Ndihlambise namhla, Nkosi; Ndiyeza kuWe;
Ndibe mhlophe njengekhephu; Nkosi, Ndiyeza.