153   Namhlanje




[V1]
Ngoke ntswelo zangomso, Nkos’ Andithini;
Ndigcine ndinga ngcoliswa Ngale mini;
Ndigcine ndinga phambuki Ngokuthetha;
Yitywine imilebe yam Ngale mini.

[V2]
Ndifuna ukusebenza Ndithandaza; Ndinga ndinganobubele, Ngale mini; Ndomeleze O Nkosi yam, Ndilulame,
Ndivuma ndibe lidini, Ngale mini.

[V3]
Ukuba ngayo le-mini, Ndithi ndife, Anga amadinga akho Angaba nam Ngoko zonke ezangomso Azinanto;
O ndigcine, ndibambe, Nkos’, Ngale mini.