54 Intliziyo Ehlambulukileyo
[V1]
Into endiyinqwenela Kwezindlela zomgxobhozo,
Nezilingo zinditshisa, Kukuhlanjwa, kukuhlanjwa.

[C]
O, ndihlambe ngaphakathi, Nangomlilo ndiyavuma;
Nangantoni na andali, isono masife mpela.

[V2]
Xa ndibona ukukhanya ndiya gcoba emoyeni
ndifun’ intliziyo entsha, Kumnandi kum, kumnandi kum

[V3]
Ndithand’ ukufel’ okubi, Ndinomthwalo, sendifile
Ubuhle bam buphina-ke? Ndingcolile, ndingcolile.

[V4]
Ukuba ke lentliziyo Ingaze ikulandele
Ndenze ndibe ngophilayo, Ndibe ngcwele, ndibe ngcwele.