92   Musani Ukuyilibala




[V1]
Ninga yilibali I-Sabatha ye-Nkosi Yiyon’ intle kunawo
onke amalanga; Yiyona isiphumz’ emisebenzini yethu,
Ivula ukukhanya, Okwasezulwini.

[C]
Livuyeleni ke ilanga le-Sabatha, Livuyeleni ke ilanga le-Sabtha

[V2]
Gcinan’ iSabatha, dumisani Yena, Owqathi “Ndiyindlela yokuphila kuni” Xa simlandela
Yena u-msindisi apha Uya kusiph’ amanzi okuphila Yena.

[C]
Livuyeleni ke ilanga le-Sabatha, Livuyeleni ke ilanga le-Sabtha

[V3]
Langa elingcwele Ngawe siya bonga; UYesu ungumhlobo
wethu othandwayo Wena Msindisi wethu unenceba nothando, Izithembisa zakho zikukuvuyisa.

[C]
Livuyeleni ke ilanga le-Sabatha, Livuyeleni ke ilanga le-Sabtha