72   Ukugweba Sekuqalile




[V1]
Sekuqalile ukugweba khona, Azi siya kuma njani
Xa amazwi nengcinga nezenzo u-Thixo wokhetha?

[C]
Siya kuma sithinina? Siya kuma sithinina?
Siya kuma sifuna yena Oza kusimela thina?

[V2]
Umsebenzi woqala kwabafayo, Kulandel’ abaphilayo;
‘Ze balahlwe abagwetywayo, Abadela u-Thixo.

[C]
Siya kuma sithinina? Siya kuma sithinina?
Siya kuma sifuna yena Oza kusimela thina?

[V3]
O, sothinina xa ehlolisiswa konke uku khohlisisa!
Angab’ uya kusisindisa? Kuhle simnxuse namhla.

[C]
Siya kuma sithinina? Siya kuma sithinina?
Siya kuma sifuna yena Oza kusimela thina?